UMTHETHO WEMBUYEKEZO KWINGOZI NEZIFO EMSEBENZINI,1993
Isahluko 6(A)(b)-Isiqendu 13
Nanini na apo umsebenzi edibana nengozi edalwe yimeko yomsebenzi okanye xa esenza umsebenzi waze umenzakalo wafuna unyango okanye ukufa.
Nanina umsebenzi echaza ukwenzakala kumqashi, ukuba xa esenza incaza umsebenzi uthyola ukuba ukwenzakala kudaleke emsebenzini okanye ziimeko zomsebenzi.
Inyathelo 2Susa "Isahluko B"(ikopi "yesahluko A",kwiphepha 1) ngokuyikrazula kwimingxuma uze unike umsebenzi "Isahluko B"uze umcele ayinike ugqirha/uchwepheshe wamathambo okanye esibhedle. Kwii meko ezinobuzaza "Isahluko B" kunyanzelekile ukuba zigqithiselwe ku gqirha/uchwepheshe wamathambo/isibhedlele ngokukhawuleza.
Inyathelo 3Gcwalisa "Isahluko A",Iphepha 2 le fomu unike iinkcukacha ezipheleleyo
Qaphela:
Gcwalisa ifomu eyohlukileyo yomsebenzi ngamnye.
Le fomu ize ingalibaziseki ngokulinda umsebenzi abuyele emsebenzini okanye Ilinde ingxelo kagqirha
Nceda usebenzise ifomu elungileyo yokufaka ingxelo yezifo emsebenziniW.CI.1 6 Ukuba umsebenzi uyekile ukusebenza kwi bhizinisi yakho,nceda ugcine ingxelo ye dilesi apho angafumaneka khona ukuze iimali zakhe ezinokubhatalwa kwi Ngxowa Yembuyekezo ithunyelwe kuye ngoncedo lwakho.
INGXELO YOMSEBENZI YENGOZI :Inombolo yokubanga
Imiyalelo ...
ISIBHENGEZO SOMQASHI/OSEGUNYENI Ndiyazisa ndifunga ukuba iinkcukacha ezikuluhlu 1-62 sale ngxelo,yomenzakalo othyolwayo emsebenzini ngokolwazi lwam ziyinyani yaye zichanekile. Iphawulwe ngale mini yenganga yonyaka...Uphawu
INGOZI 29. 39. 40. 41. 30. 31. 32.2 32. 33. 34. 35. 36. 37. 38. Umhla wengozi .../.../... Ingaba ingozi ibiyeye zithuthi zendlela endleleni yoluntu? Uhlobo lwengozi alufumeneyo (umz umnwe wokukhomba okanye isandla sasekhohlo sityumkile) ... (phawula oko kufanelekileyo) Ingaba wanelisekile ukuba umsebenzi wenzakale ngohlobo athyola ukuba wenzakalengayo? Ixesha ... Indawo yengozi (eyenzeke) ... Iphondo ... Ingingqi ... Ixesha ...Umhla ayichaze ngayo ingozi umsebenzi .../.../... Msebenzi mni ubusenziwa ngunsebenzi ngexesa le ngozi? ... Lingakanani ixesha usenza lomsebenzi( iminyaka/iinyanga) .../... Ingaba umsebenzi ngethuba kusenzeka ingozi ebesenza into edibene nomsebenzi wakhe? (ukuba impendulo ngu hayi chaza izizathu kwi sahluko A Iphepha 3) (ukuba hayi nika izizathu ngasemva kwisahluko A Iphepa 3) (bhekisa kwii matshini/okwenziwayo(P3),ukuba umntu owenzakeleyo uwile okanye ubethwe nazo zonke iimeko ezinguno bangela wengozi). S ... Nika ingxelo ngobufutshane okuba yenzeke njani ingozi( Nceda uphawule izinto eziqondeneyo ngasemva kwi sahluko A iphepha 3 usebenzise yona ngengxelo egcweleyo.) ... Ewe Ewe Ewe Ubulewe Nqumke ilungu Uphelelwe ziingqondo Hayi Hayi Hayi If not, give reasons...
ISAHLUKO A IPHEPHA 2
Umqashi: ... Umhla wengozi: ...Umsebenzi: ... Isazisi Somsebenzi: ...
ISAHLUKO A IPHEPHA 3
Umqashi: ... Umhla wengozi: ...Umsebenzi: ... Isazisi Somsebenzi: ...
Iimeko ezingathandekiyo zomsebenzi
Isiphosiso somongameli
Isiporo
Umsebenzi wokwakha
Umbane
Umchiza
Ukutsha
Umatshini Ojikelezayo Umatshini oqengqayo Umatshini wokuchweba Wokuphakamisa Izixhobo zesandla
Eli phepha lishiyekileyo malisetyenziswe ufufaka ezinye iinkcukacha ezonge zelekiliyo okanye izimvo ngokuphathelene nengozi
INGXELO YOMSEBENZI YENGOZI (Imelwe isetyenziswe yi ofisi)
Ndiyazisa ndifunga ukuba iinkcukacha ezikuluhlu 1-62 sale ngxelo,yomenzakalo othyolwayo emsebenzini ngokolwazi lwam ziyinyani yaye zichanekile.
Iphawulwe ngale ... mini ... yenganga... yonyaka...
Uphawu ...
Ifani ... 14. Amagama ...
Inombolo yesazisi ... 16. Umhla wokuzalwa.../.../... 17. Isini Ndoda Mfazi ubume bezomtshato
Inombolo Yomsebenzi ... 21. Umsebenzi/Isikhundla ...
Ixesha eqashwe nguwe (iminyaka/iinyanga) .../... 28. Ixesha lomenzakalo(iintsuku) 0-13 days 14 & ezininzi
INGOZI
Umhla wengozi .../.../... 30. Ixesha ...
Indawo yengozi (eyenzeke) ... 32. Ingingqi ...
Iphondo ...
Umhla ayichaze ngayo ingozi umsebenzi .../.../... 34. Ixesha ...
Lingakanani ixesha usenza lomsebenzi( iminyaka/iinyanga) .../...
Ingaba umsebenzi ngethuba kusenzeka ingozi ebesenza into edibene nomsebenzi wakhe? Ewe Hayi ukuba impendulo ngu hayi chaza izizathu kwi sahluko A Iphepha 3
SNika ingxelo ngobufutshane okuba yenzeke njani ingozi Nceda uphawule izinto eziqondeneyo ngasemva kwi sahluko A iphepha 3
Ingaba ingozi ibiyeye zithuthi zendlela endleleni yoluntu? Ewe Hayi
Uhlobo lwengozi alufumeneyo (umz umnwe wokukhomba okanye isandla sasekhohlo sityumkile) ...
phawula oko kufanelekileyo ukuba hayi nika izizathu ngasemva kwisahluko A Iphepa 3
ISAHLUKO B IPHEPHA 2
IMIYALELO YOKUYA KUGQIRHA/UGQIRHA WAMATHAMBO/ESIBHEDLELE
NgumKomishala Wembuyekezo kuphela oyakwenza izigqibo zokuba iimfanelo zobango ngokuphathelene nengozi ziya kwamkelwa ngokomgaqo womthetho.
INGXELO YOKUQALA KA GQIRA(W.CI.4) makagcwaliswe nekopi kube nonophelo kuqinisekiswe ukuba amagama omsebenzi nawo mqashi ne nombolo yesazisi somsebenzi njengoko kubonisiwe(kwenziwe) kule fomu.Ifomu ngqo(engeyo kopi) maze ithunyelwe kumqashi ngokukhawulezileyo ngeli xa ikopi igcinwe kugqirha/ugqirha wamathambo/esibhedlele kunye nale fomu.
